Uisaya 26:1 XHO75

1 Ngaloo mini kuya kuvunywa le ngoma ezweni lakwaYuda, ithi, Yinqaba umzi wethu thina; úmisa iidonga nongqameko zibe lusindiso.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 26

imbono Uisaya 26:1 kwimeko