Uisaya 26:20 XHO75

20 Hambani, bantu bam, ningene ezingontsini zenu, nivale iingcango zenu ngasemva kwenu, nizímele umzuzwana, kude kudlule ukubhavuma.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 26

imbono Uisaya 26:20 kwimeko