Uisaya 26:9 XHO75

9 Nangomphefumlo wam ndakúnqwenela ebusuku; inene, ngomoya wam phakathi kwam ndakúfuna kwakusasa; ngokuba xenikweni imigwebo yakho ibhekiswe ehlabathini, baya kufunda ubulungisa abemi belimiweyo.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 26

imbono Uisaya 26:9 kwimeko