Uisaya 27:4 XHO75

4 Ubushushu abukho kum; akwaba bekukho ubobo namakhakakhaka phambi kwam! Bendiya kugaleleka kuwo ngokulwa, bendiya kuwatshisa kanye.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 27

imbono Uisaya 27:4 kwimeko