16 Ngako oko itsho iNkosi uYehova ukuthi, Yabona, ndiseké eZiyon ilitye, ilitye locikido, ilitye elinqabileyo lembombo, loseko olusekiweyo. Okholiweyo akayi kungxama.
funda isahluko epheleleyo Uisaya 28
imbono Uisaya 28:16 kwimeko