Uisaya 29:23 XHO75

23 Ngokuba ekuboneni kwakhe, ekuboneni kwabantwana bakhe, isenzo sezandla zam phakathi kwabo, baya kulingcwalisa igama lam, bamngcwalise oyiNgcwele kaYakobi, bangcangcazele phambi koThixo kaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 29

imbono Uisaya 29:23 kwimeko