Uisaya 3:14 XHO75

14 UYehova uya kungena ematyaleni namadoda amakhulu abantu bakhe, nabathetheli babo; esithi, Ke nina nisigqibile isidiliya; okuphangwe kusizana kusezindlwini zenu.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 3

imbono Uisaya 3:14 kwimeko