Uisaya 3:7 XHO75

7 wóphimisela ngaloo mini athi, Andingebi mphilisi, endlwini yam kungekho sonka, kungekho ngubo; aninakundenza umphathi wabantu.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 3

imbono Uisaya 3:7 kwimeko