Uisaya 30:19 XHO75

19 Ngokuba abantu aba baya kuhlala eZiyon, eYerusalem; aniyi kuba sabuya nilile; uya kunibabala ngenene ekuvakaleni kokukhala kwenu; ákukuva, uya kusabela.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 30

imbono Uisaya 30:19 kwimeko