Uisaya 30:32 XHO75

32 Kuya kuthi konke ukuhamba koswazi lommiselo, aluhlisayo uYehova phezu kwakhe, kube neengqongqo neehadi, kusiliwa naye imfazwe, kujinga ingalo.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 30

imbono Uisaya 30:32 kwimeko