Uisaya 30:6 XHO75

6 Isihlabo esisingisele kwimvubu yelasezantsi.Ezweni leembandezelo nengcutheko, lengonyamakazi nengonyama, lephimpi, lenyushu enobuhlungu ephaphazelayo, babethwele ubutyebi babo ngemihlana yamankonyana amaesile, nobuncwane babo ngamalunda eenkamela, besiya kubantu abangenakubanyusa.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 30

imbono Uisaya 30:6 kwimeko