Uisaya 31:1 XHO75

1 Yeha, abehla baye eYiputa ukuba bancedwe, abayama ngamahashe, abakholosa ngeenqwelo zokulwa, kuba zininzi, nangabamahashe, kuba beqiné kunene; abangamnoneleli oyiNgcwele kaSirayeli, abangamquqeliyo uYehova!

funda isahluko epheleleyo Uisaya 31

imbono Uisaya 31:1 kwimeko