Uisaya 32:10 XHO75

10 Iya kuba ziintsuku nokuba ngumnyaka, nigungqe, zintokazi zingakhathaliyo; kuba kuphelile ukuvuna izidiliya; ukubutha iziqhamo akuyi kubakho nakanye.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 32

imbono Uisaya 32:10 kwimeko