Uisaya 32:7 XHO75

7 Ubutshivela betshivela bubi; liceba amayelenqe okonakalisa iintsizana ngamazwi obuxoki, naxa ihlwempu lithetha ngokusesikweni.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 32

imbono Uisaya 32:7 kwimeko