Uisaya 33:20 XHO75

20 Khangela iZiyon, umzi wemithendeleko yethu. Amehlo akho aya kuyibona iYerusalem, isithili esinokonwaba, iyintente engàfuduswayo, ezikhonkwane zingàncothulwayo naphakade, ezintambo zonke zingàqhawukiyo.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 33

imbono Uisaya 33:20 kwimeko