Uisaya 33:22 XHO75

22 Kuba umgwebi wethu nguYehova, ummisimthetho wethu nguYehova, ukumkani wethu nguYehova; uya kusisindisa yena.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 33

imbono Uisaya 33:22 kwimeko