Uisaya 34:16 XHO75

16 Funani encwadini kaYehova, nilese. Akukho nanye kuzo ezo zinto iya kusala, eya kusilela kuwayo; ngokuba ngumlomo wam oziwisele umthetho, ngumoya wawo ozibuthileyo.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 34

imbono Uisaya 34:16 kwimeko