Uisaya 35:4 XHO75

4 Yithini kwabantliziyo zingxamayo, Yomelelani, ningoyiki. Yabonani, uThixo wenu uyeza enempindezelo, enembuyekezo kaThixo; uya kuza yena anisindise.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 35

imbono Uisaya 35:4 kwimeko