Uisaya 35:8 XHO75

8 Kuya kubakho umendo khona, kubekho indlela, kuthiwe ukubizwa kwayo, yindlela engcwele le. Akuyi kudlula nto iyinqambi ngayo; yeyabo yona: abahamba loo ndlela — nabazizihula àbayi kulahleka kuyo.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 35

imbono Uisaya 35:8 kwimeko