Uisaya 36:1 XHO75

1 Kwathi ngomnyaka weshumi elinesiné wokumkani uHezekiya, kwenyuka uSaneribhe ukumkani waseAsiriya, waya kuyo yonke imizi yakwaYuda enqatyisiweyo, wayithimba.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 36

imbono Uisaya 36:1 kwimeko