Uisaya 36:13 XHO75

13 Wema uRabheshake, wadanduluka ngezwi elikhulu ngesiYuda, wathi, Waveni amazwi okumkani omkhulu, okumkani waseAsiriya.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 36

imbono Uisaya 36:13 kwimeko