Uisaya 36:22 XHO75

22 Weza ke uEliyakim unyana kaHilekiya, umphathi wendlu, noShebhena umbhali, noYowa unyana ka-Asafu, umkhumbuzi wezinto zakomkhulu, kuHezekiya, bezikrazule iingubo zabo, bamxelela amazwi kaRabheshake.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 36

imbono Uisaya 36:22 kwimeko