Uisaya 37:26 XHO75

26 Akuvanga na? Kwakude ndakwenza oku, kwangemihla yamandulo ndakubumba; ndikufikisile, kwenzeka ngoku ukuba uyikhahlele phantsi imizi enqatyisiweyo, ibe yingxakangxaka yemiwewe.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 37

imbono Uisaya 37:26 kwimeko