Uisaya 37:29 XHO75

29 Ngenxa yokuguguma kwakho ngam, nangenxa yokutyesha kwakho okunyuke kweza ezindlebeni zam, ndiya kufaka ikhonkco lam empumlweni yakho, nomkhala wam emlonyeni wakho, ndikubuyise ngendlela oweza ngayo.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 37

imbono Uisaya 37:29 kwimeko