Uisaya 37:3 XHO75

3 Bathi kuye, Utsho uHezekiya ukuthi, Le mini yimini yembandezelo neyokohlwaya neyogibo; ngokuba abantwana bazé kufika emlonyeni wesizalo, tu ke amandla okuzala.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 37

imbono Uisaya 37:3 kwimeko