Uisaya 37:36 XHO75

36 Kwaphuma ke isithunywa sikaYehova, saxabela emkhosini wama-Asiriya ikhulu elinamanci asibhozo anesihlanu amawaka. Bavuka kusasa, nango ezizidumbu ezifileyo onke.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 37

imbono Uisaya 37:36 kwimeko