Uisaya 39:3 XHO75

3 Waya uIsaya umprofeti kukumkani uHezekiya, wathi kuye, Atheni na la madoda? avele ngaphi na ukuza kuwe? Wathi uHezekiya, Avele ezweni elikude eBhabheli, esiza kum.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 39

imbono Uisaya 39:3 kwimeko