Uisaya 39:6 XHO75

6 Uyabona, kuza imihla, eya kuthi yonke into esendlwini yakho, nento abayiqwebáyo ooyihlo, kwada kwayile mini, ithwalelwe eBhabheli, kungasali nto; utsho uYehova.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 39

imbono Uisaya 39:6 kwimeko