Uisaya 40:11 XHO75

11 Iya kuwalúsa umhlambi wayo njengomalusi; iya kuwabutha ngeengalo zayo amatakane, iwathwale ngesifuba sayo, izithundeze ezanyisayo.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 40

imbono Uisaya 40:11 kwimeko