Uisaya 40:28 XHO75

28 Akwazi na? akuvanga na, ukuba uThixo ongunaphakade nguYehova, uMdali weziphelo zehlabathi? Akatyhafi, akadinwa; ayinakugocwagocwa ingqondo yakhe.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 40

imbono Uisaya 40:28 kwimeko