Uisaya 41:14 XHO75

14 Musa ukoyika, mbungu Yakobi, bantu bambalwa bakwaSirayeli; ndiya kukunceda mna; utsho uYehova, uMkhululi wakho oyiNgcwele kaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 41

imbono Uisaya 41:14 kwimeko