Uisaya 41:2 XHO75

2 Ngubani na ovuse empumalanga lowo ukhawulelwa bubulungisa ezinyaweni zakhe? Unikela iintlanga phambi kwakhe, unyathela ookumkani, ubanikela ekreleni lakhe njengothuli, esaphetheni sakhe njengomququ ophetshethwayo.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 41

imbono Uisaya 41:2 kwimeko