Uisaya 41:4 XHO75

4 Ngubani na okusebenzileyo wakwenza oko, obiza izizukulwana kwasentloko? Ndim, mna Yehova, ndingowokuqala; nakwabangasemva ndikwanguye.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 41

imbono Uisaya 41:4 kwimeko