Uisaya 42:10 XHO75

10 Vumani kuYehova ingoma entsha, indumiso yakhe kwaseziphelweni zehlabathi, nina bahla baye elwandle, nenzaliseko yalo, nina ziqhithi nabemi bazo.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 42

imbono Uisaya 42:10 kwimeko