Uisaya 42:13 XHO75

13 UYehova uya kuphuma njengegorha, uya kuxhoxha ikhwele njengendoda yokulwa; uya kuduma, ewe, uya kunkqangaza; uya kuba ligorha ezintshabeni zakhe.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 42

imbono Uisaya 42:13 kwimeko