Uisaya 42:16 XHO75

16 Ndozihambisa iimfama ngendlela ezingayaziyo, ndizinyathelise kwiingqushu ezingazaziyo; ubumnyama ndibenza ukukhanya phambi kwazo, iindawo ezimagqagala zibe zithabazi. Zizo ezo izinto endiya kuzenza, ndingazishiyi.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 42

imbono Uisaya 42:16 kwimeko