Uisaya 42:22 XHO75

22 Ke bona ngabantu abaphangiweyo, abahluthiweyo, ababotshelelwe emingxunyeni bonke bephela, abafakwe ezintolongweni, baba lixhoba, akwabakho mhlanguli; baba ngabahluthiweyo, akwabakho uthi, Buyisa.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 42

imbono Uisaya 42:22 kwimeko