Uisaya 43:5 XHO75

5 Musa ukoyika, ngokuba ndinawe: ndiya kuyizisa imbewu yakho ivela empumalanga, ndikubuthe nasentshonalanga.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 43

imbono Uisaya 43:5 kwimeko