Uisaya 44:21 XHO75

21 Khumbula ezo zinto, Yakobi, Sirayeli, ngokuba ungumkhonzi wam; ndikubumbile, ungumkhonzi kum; Sirayeli, akuyi kulityalwa ndim.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 44

imbono Uisaya 44:21 kwimeko