Uisaya 44:24 XHO75

24 Utsho uYehova, uMkhululi wakho, uMbumbi wakho kwasesizalweni, ukuthi, Mna Yehova ndinguMenzi weento zonke; uManeki wezulu ndedwa; uMtwabululi wehlabathi ndingenabani;

funda isahluko epheleleyo Uisaya 44

imbono Uisaya 44:24 kwimeko