Uisaya 44:5 XHO75

5 Omnye uya kuthi, NdingokaYehova; nomnye uya kunqula igama likaYakobi; kwanomnye uya kuzibhala ngesandla sakhe kuYehova, alihloniphe igama likaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 44

imbono Uisaya 44:5 kwimeko