Uisaya 44:8 XHO75

8 Musani ukunkwantya, ningajijitheki; andikuvisanga na kwanini, ndanixelela? Ningamangqina am. Kukho Thixo na, ingendim? Akukho liwa, andilazi mna.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 44

imbono Uisaya 44:8 kwimeko