Uisaya 45:1 XHO75

1 Utsho uYehova kumthanjiswa wakhe, kuKoreshi, endimbambe ngesandla sokunene, ukuba ndizinyathele iintlanga phambi kwakhe; ndikhulùle amanqe ookumkani, ukuba ndizivule iingcango ezingambini, namasango angabi nakuvalwa:

funda isahluko epheleleyo Uisaya 45

imbono Uisaya 45:1 kwimeko