Uisaya 45:4 XHO75

4 Ngenxa yomkhonzi wam uYakobi, uSirayeli umnyulwa wam, ndakubiza ngegama lakho, ndakuthiya namanye amagama, ungàndazi.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 45

imbono Uisaya 45:4 kwimeko