Uisaya 45:9 XHO75

9 Yeha ke, obambana noMenzi wakhe! Ligophe emagopheni ezitya zomdongwe! Udongwe lunokuthi na kumbumbi walo, Wènza ntoni na? nomsèbenzi wakho unokuthi na, Akunazandla?

funda isahluko epheleleyo Uisaya 45

imbono Uisaya 45:9 kwimeko