Uisaya 47:14 XHO75

14 Yabona, basuke baba njengeendiza; umlilo ubatshisile; abanakuwuhlangula umphefumlo wabo emandleni elangatye; akukho lahle lakuzifudumeza, akukho mlilo kungahlalwa phambi kwawo.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 47

imbono Uisaya 47:14 kwimeko