Uisaya 48:21 XHO75

21 Abanxanwanga, ebahambisa engqaqasini; wabatsitsisela amanzi eweni, wacanda iliwa, atsaza amanzi.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 48

imbono Uisaya 48:21 kwimeko