Uisaya 48:7 XHO75

7 Zidalwa ngoku, azidalwanga kwanîni; ingekabikho le mini, ubungaziva; hleze uthi, Yabona, bendizazi.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 48

imbono Uisaya 48:7 kwimeko