Uisaya 49:15 XHO75

15 Umfazi angàlulibala yini na usana lwakhe, ukuba angabi namfesane kunyana wesizalo sakhe? Nokuba oonina abo bathe balibala, andiyi kukulibala mna.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 49

imbono Uisaya 49:15 kwimeko