Uisaya 49:19 XHO75

19 Ngokuba amanxuwa akho la, neendawo zakho ezigungxuliweyo, nelizwe lakho elichithakeleyo — inene, ngoku ùya kuxinana ngabemi kulo, babe kude abaginyi bakho.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 49

imbono Uisaya 49:19 kwimeko